Phumzile Mlambo-Ngcuka

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search

UPhumzile Mlambo Ngcuka ngusopolitiki wase Mzantsi-Afrika kunye negosa leZizwe eziManyeneyo, kwaye ngoku usebenza njengoMlawuli oLawulayo we-UN Women kwisikhundla sika-Nobhala-Jikelele weZizwe eziManyeneyo.