Paulínia FC

Livela
Paulínia
logo
Full name Paulínia Futebol Clube
Nickname(s) PFC ("Paulínia Futebol Clube" abbreviated)
Dinão (Big dinosaur)
Time dos Gladiadores (Gladiators' Team)
o Time da cidade ("The city's team")
Founded June 10, 2004
Ground Luís Perissinoto, Paulínia, Brazil
Ground Capacity 10,070
League Campeonato Paulista da Segunda Divisão
2011 Campeonato Paulista da Série A3, 17th

UPaulínia Futebol Clube, okanye uPaulínia njengoko bedla ngokubizwa njalo, liqela lebhola ekhatywayo laseBrazil elivela ePaulínia eSão Paulo, esekelwe ngoJuni 10, 2004.

Ibala lasekhaya li yiLuís Perissinoto, ngomthamo we-10,070. Badlala iihempe ezimfusa, iibhulukhwe ezimhlophe kunye neekawusi.

Imbali[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

I-Paulínia yasekwa ngoJuni 10, 2004.

NgoJanuwari 1, 2008, uPaulínia waqala imisebenzi yakhe yebhola ekhatywayo.

Abaphumeleleyo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ibala lemidlalo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ibala lezemidlalo likaPaulínia ngumasipala wase-Estádio uLuís Perissinoto, yasungulwa ngo-2006, ngomthamo omkhulu wabantu abayi-10,070.

Ukhuphiswano[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

UPaulínia FC unokhuphiswano ikakhulu kunye noSumaré, SEV Hortolândia, Primavera kunye neCapivariano. Kukwakho nokubangisana neClube Atlético Guaçuano, Inter de Limeira kunye nePonte Preta.

Iimpawu kunye nemibala[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

I-mascot kaPaulínia yi-dinosaur, ogama lakhe linguDino Paulino, yakhethwa ngo-2009, kukhuphiswano oludumileyo. Imibala yokuqala kaPaulínia yayimfusa namhlophe.

Iziteketiso[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

I-Paulínia Futebol Clube ngamanye amaxesha ibizwa ngokuba yi-PFC, eyi "Paulínia Futebol Clube" efinyeziweyo. Ikwabizwa ngokuba yi "Time dos Gladiadores" (Iqela leGladiator), isiteketiso esinikwe iphephandaba lesixeko sasePaulínia, kananjalo "o Time da cidade" (iqela lesixeko).

Ii-Ultra[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  • Torcida Uniformizada do Paulínia (TUP - Paulinia's Uniformed Torcida)
  • Fúria Azul (Blue Fury)

Iimbekiselo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Amakhonkco angaphandle[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]