Mandisa Maya

Livela

UMandisa Muriel Lindelwa Maya (owazalwa nge-20 kaMatshi ngo-1964) ngumgwebi wase Mzantsi-Afrika osebenze njengo Mongameli weNkundla ePhakamileyo yeZibongozo zoMzantsi Afrika (i-SCA) ukusukela nge-26 kaMeyi ngo-2017.