Jump to content

Mandiraja

Livela
Kecamatan Mandiraja

I-Mandiraja iyisithili esincinane e Banjarnegara Regency, iPhondo yaseJava Central,Indonesia. I-Mandiraja ifumaneka kwi-east Jakarta inkulu yase-Indonesia, I-Mandiraja inemizila eyi-16 ummandla ngowama-51,61 km kunye nabemi bangama-63,679 abantu.