Letta Mbulu

Livela

ULetta Mbulu (ozalwe nge-24 kaSeptemba 1942) yimbaleki yaseMzantsi Afrika yejazz ebisasebenza ukusukela kwiminyaka yo-1960, eseluthsha nabanye abavumi base Mzantsi Afrika, be zimela iqela le zomculo kwi kwithiyetha kwenzwa isenzo sika King Kong. ULetta walijongisa eMelika ngo nyaka ka 1965 ebaleka ubucalucalu base ningizim afrika.

Ekuhlaleni kwakhe emelika wayese New York kulapho wa dibana nabanye abantu bokuqxothwa emzantsi afrika aba fana no Miriam Makeba, Hugh Masekela kanye no Jonas Gwangwa. ULetta waye phangela Cannonball Adderley, David Axelrod no Harry Belafonte.

Kumabona kude weya cula kwimi boniso ehlukahlukene enjenge Roots, The Color Purple (1985), kanye kwi 1973 film A Warm December. Waphinde wavela ku mboniso wase melika eSoul Train. UMbuli waye ngumculi kwi ngoma ecula ngesi Swahili kwi ngoma ka Michael Jackson's, "Liberian Girl". Umvelisi uQuincy Jones wathi ngo Mbuli ngesi esithi "Mbulu is the roots lady, projecting a sophistication and warmth which stirs hope for attaining pure love, beauty, and unity in the world."

UMbuli nguye umsunguli we South African Artists United (SAAU) umbutho owaqalwa ngo 1986

Ubom Bakhe Base Khaya[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]