Kungaf'intak'enkulu amaqand'ayabola

Livela

Intsingiselo: ithi lentetha, kungasweleka umntu omdala eKhayeni kusokola abancinane ingakumbi xa bebeka isonka etafileni.