Kuhla ngamqala mnye

Livela

Ukuhla ngamqala mnye kuthetha izinto ezifanayo.

Umzekelo xa umtu ekuvimba lonto akuvimba yona etyiwayo. Xa sele elibele ekucela unako kumxelela ukuba kuhla ngamqalamnye ube uphindisa. Eloxesha uzama ukumxelela okokuba imiqala iyafana nalo wakho ngoku ebengaginyi owakhe eginya bekungamnandanga.