Jump to content

Izinto ezenzeka ngokwendalo

Livela
I-aurora yenzeka ngendalo.

ukwenzeka kwendalo yinto eenzeka uyijongile kodwa ingenokwenziwa ngasandla samntu. Imizekelo iquka: ukuvela kwelanga, imozulu, inkungu, iindudumo, inyikima, ukukhula nokuphila kwezidalwa eziphefumlayo, ukubola, ukuhluma; ukutshintsha-tshintsha kwamalungu omzimba, ukuyaluza kwamaza, ukhukhuliseko; i-tidal flow, kunye neentlekele zasendalweni ezifana nokubetha kwe-electromagnetic pulses, i-volcanic eruptions, nokunyikima komhlaba.[1][2]

  1. Missy Allen; Michel Peissel (1993) Dangerous natural phenomena Chelsea House ISBN 079101794X 
  2. William R. Corliss (1977) Handbook of unusual natural phenomena Sourcebook Project ISBN 0915554011