Izimelabizo

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search

Isimelabizo: Ligama elime endaweni yesibizo.Izimelabizo zizindidi ngeendidi. Isimelabizo soqobo Umz:Hlelo 17 ba+o+na. Kumntu 1 ingcambu ngu-i ize kumnt wesi 2 no wesi 3 ingcambu ibe ngu-e. Hlelo:1. Wena>yena. 2.bona. 3 .wona. 4.yona. 5.lona. 6.wona\ona. 7.sona. 8.zona. 9.yona. 10.zona. 11.lona. 14.bona. 15.kona. 17.kona. Isimelabizo sokukhomba. Udidi lokuqala. Ihlelo. 1.lo. 2.aba. 3.lo. 4.le.. 5.eli 6.la. 7.esi. 8.ezi. 9.le. 10.ezi. 11.olu. 14.obu. 15.oku. 17.oku. Isimelabizo soquko. Sineziqu ezithathu u dwa,nke namanani.Ungathi isimelabizo soquko sinezakhi ezingaphii?