Jump to content

Itshesi

Livela
Itshesi set.
Chess Competition 2013

Itshesi (chess) ngumdlalo othi udlalwe ngabantu ababini, odlalelwa kwibhodi enebhokisi ezingamashumi anesithandathu anesine. Itshesi ngowona mdlalo uxatyisiweyo ngakumbi ngabantu abadala ngokweminyaka. Umdlali ngamnye xa eqala ukudlala uqala afumane amaxhoba okudlala angamashumi anesithandthu: Inkosi enye, Inkosazana enye, Omongamelin ababini, Amajoni asibhozo kunye namahashe amabini.

Onke lamaxhobo ahamba/dlalwa ngendlela eyahlukaneyo. Lamxhoba asetyenziswa ngokuhlasela okanye ukukhusela awakho amaxhoba. Xa umdlali omnye ephmelele uye akhwaze athi, "checkmate". Xa umdlali esithi checkmate sube evalele inkosi yomnye umndlali.

Iindawo edlalwa kuzo itshesi

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
  • Ezikolweni
  • Emakhayeni
  • Umdlali akangxoli xa edlala itshesi.
  • Amaxhoba amhlophe ngawo ahamba kuqala.
  • Umdlali akadlali kabini, udlala atsho alinde omnye umdlali adlale.

Kukuwahluka kwechess apho umdlali ngamnye ehlala kude nomchasi wakhe kwaye banxibelelana neentshukumo zabo nge-imeyile (ngaphambili ngeposi). Ixesha lokuphendula lilinganiswa ngeentsuku kwaye umdlalo unokuthatha iinyanga okanye iminyaka ukugqiba.

I-International Correspondence Chess Federation (ICCF) [2] eyasungulwa kwi-1951, inoxanduva lokuququzelela ii-Olimpiki kunye neeNtshatsheli zehlabathi kule ndlela.

Iintshatsheli zechess zembalelwano zehlabathi

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
#IminyakaIntshatsheliLLizwe
01.1950-1953Cecil PurdyOstreliya[3]
02.1956-1959Viacheslav RagozinRashiya[4]
03.1959-1962Alberic O'KellyBelgium[5]
04.1962-1965Vladimir ZagorovskyRashiya[6]
05.1965-1968Hans BerlinerUnited States[7]
06.1968-1971Horst RittnerJamani[8]
07.1972-1976Jacob EstrinRashiya[9]
08.1975-1980Jorn SlothDenmark[10]
09.1977-1983Tonu OimEstoniya[11]
10.1978-1984Vytas PalciauskasUnited States[12]
11.1983-1989Fritz BaumbachJamani[13]
12.1984-1991Grigory SanakoevRashiya[14]
13.1989-1998Mikhail UmanskyRashiya[15]
14.1994-2000Tonu OimEstoniya[16]
15.1996-2002Gert TimmermanNetherlands[17]
16.1999-2004Tunc HamaratOstriya[18]
17.2002-2007Ivar BernNorway[19]
18.2003-2005Joop van OosteromNetherlands[20]
19.2004-2007Christophe LeotardFransi[21]
20.2004-2011Pertti LehikoinenFinland[22]
21.2005-2008Joop van OosteromNetherland[23]
22.2007-2010Aleksandr DronovRashiya[24]
23.2007-2010Ulrich StephanJamani[25]
24.2009-2011Marjan SemriSlovenia[26]
25.2009-2013Fabio FinocchiaroItali[27]
26.2010-2014Ron LangeveldNetherlands[28]
27.2011-2014Aleksandr DronovRashiya[29]
28.2013-2016Leonardo LjubicicCroatia[30]
29.2015-2018Aleksandr DronovRashiya[31]
30.2017-2019Andrey KochemasovRashiya[32]
31.2019-2022Fabian Stanach
Christian Muck
Ron Langeveld
Poland
Ostriya
Netherland
[33]
32.2020-2022Jon EdwardsUnited States[34]


Ngembalelwano Chess Olympiads

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]
#IminyakaiMbasa yeGolideiMbasa yeSilivereiMbasa yeBronzi
01.1949-1952HangariTshiskoslovakiyaSweden
02.1952-1955TshiskoslovakiyaSwedenJamani
03.1958-1961Soviet UnionHangariYugoslavia
04.1962-1964Soviet UnionJamani yeDemokhrasiSweden
05.1965-1968TshiskoslovakiyaSoviet UnionNtshona Jamani
06.1968-1972Soviet UnionTshiskoslovakiyaJamani yeDemokhrasi
07.1972-1976Soviet UnionBhulgariyaBritani
08.1977-1982Soviet UnionHangariBritani
09.1982-1987BritaniNtshona JamaniSoviet Union
10.1987-1995Soviet UnionEnglandJamani yeDemokhrasi
11.1992-1999Tshikoslovakiya
Jamani
Canada
Skotlani
12.1998-2004JamaniLithuniaLatvia
13.2004-2009JamanieCzechPoland
14.2002-2006JamaniLithuniaUnited States
15.2006-2009NorwayJamaniNetherlands
16.2010-2016eCzechJamaniFransi
17.2009-2012JamaniSpainItali