Isixhobo se-output - isixhobo solwazi oluphekiweyo

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search
I-Monitor yecompyutha eyi-liquid crystal display 

Kwa-computing, isixhobo sesiphumo solwazi  oisixhobo sesiphumo solwazi sisisixhobo esiyi-peripheral equipment esisetyenziswa ukukhupha iziphumo zolwazi oluphononolongiweyo.[1][2][3] Imizekelo yezixhobo ze-output ziquka ii-monitors, ii-printers, nee-speakers,[3] kunye nezixhobo zematshini ye-numerical controlled machine.

Amaphepha afana nala[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

References[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. Doyle, Stephen (2010) Essential GCSE ICT for AQA: Student Book Oxford University Press p. 5, 304 ISBN 9781850085430 
  2. GCSE ICT (Information Communication Technology): Complete Revision and Practice Coordination Group Publications 2003 p. 21 ISBN 9781841463766 
  3. 3.0 3.1 "Output device". Computer Hope. http://www.computerhope.com/jargon/o/outputde.htm. Retrieved 2011-09-11.