Isenzi

Livela

Isenzi luhlobo lwegama (isigaba sentetho) esixela okanye isenzeko okanye esithile. Singundoqo wesivakalisi: sonke isivakalisi sinesenzi kuso.Izenzi zikukuphela kohlobo lwegama elimana ukuguqu-guquka libe kwixesha lakudala okanye libe kwixesha langoku. .[1]

Zonke iilwimi apha emhlabeni zinezenzi, kodwa azisoloko zisetyenziswa ngendlela efanayo.  Zineempawu ezahlukeneyo ngokwahluka-hlukana kweelwimi.  Umzekelo, kwezinye iilwimi izenzi zesiTshayina nesi-Indonesian) aziguquki zibe kwimo yakudala neyangoku.  Oku kuthetha okokuba le nkcazo ingasentla isebenza kakuhle kwizenzi zesiNgesi kuphela.  

Zilishumi elinesithandathu izenzi ezisetyenziswa kwisiNgesi esikwinqanaba esisezantsi. Zezi: be, do, have, come, go, see, seem, give, take, keep, make, put, send, say, let, get.

Igama 'isenzi'[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Igama elithi isenzi livela kwigama ''were-, intsingiselo  yegama elithi Proto-Indo-European "igama". Liza ngegama lesiLatini elithi verbum kwisiNgesi nangesiFrentshi sakudala esithi verbe.

Verbal phrase[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Isivakalisi esifutshane, isenzi sisenokuba ligama elinye: The cat sat on the mat. Kodwa ke isenzi sisenokuba yintetho: The cat will sit on the mat.

References[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. Huddleston R. & Pullum G.K 2005.