Isakhono

Livela

Isakhono okanye iqhinga kukufunda ukubanakho ukwenza into. Isenokuba kukudlala ngesixhobo somculo okanye ukudlala uhlobo oluthile lomdlalo okanye ukwenza into nje elula efana nokusebenzisa i-corkscrew. Umntu othi ezama ukwenza into abe engaphumeleli kusenokwenzeka okokuba usebenzisa iqhinga elingafanelekanga kuloo nto ayenzayo. Isakhono asilindelekanga ukuba sibe yinto ephathekayo: sisenokubhekisa kuloo ndlela umntu ayivela ngayo ingxaki ethile.

Imizekelo yezakhono nantsi:

  • isakhono sokubamba bow okanye umpu
  • Isakhono sokuthetha zonke iilwimi
  • isakhono sokufunda nesokubhala