Iqatha

Livela
Iqatha liphakathi konyawo nokuphela komlenze. singathi iqatha lixokomezela umlenze elunyaweni.  
Nabo ke ubuxhakaxhaka obubonakalisa iqatha.  

kwi-anatomy, iqatha sisixokomezeli esidibanisa unyawo nomlenze.