Ipopulation

Livela


ukusasazeka koluntu uluntu lwasemhlabeni ngo-1994
Key

Abemi sisihwankathelo salo lonke uhlobo lwento nto ephilayo, ehlala kwindawo eziyimida ethile, apho zithi ziqhame zande khona.[1][2]

IPopulation density linani labantu elingumyinge kuloo ndawo bahlala kuyo. Kwiidolophu ezinkulu ezifana nezixeko ezinkulu zinomthamo omkhulu wabantu. Kwezi ndawo abantu bahlala besondelelene. Kwiindawo apho kungekho bantu banninzi, abantu badla ngokuhlala beqaqelene, njengasezilalini emaphandleni.

Ngokwesiqhelo ipopulation ibhekisa kwinani loluntu kwindawo ethile. Maxa wambi sukube kubhekiswa kwizilwanyana. Umyinge wabantu abanokuxhaswa kwindawo nganye kuthiwa yicarrying capacity.

ukuphawula ngabemi[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

uluntu lwehlabathi sele lude lwafikelela kwizigidi-gidi ezisixhenxe ngo2011. uluntu lwehlabathi luya lusanda ngokwanda, kodwa isantya sokwanda koluntu siyehla kulo lonke ihlabathi. Ukufudukela ezidolophini nako kuxhaphakile. Sithetha kwizixeko ezingama-32 ngabantu abangaphezulu kwesigidi abahlala kuzo. [3]

  1. "Population" Biology Online retrieved 5 December 2012 
  2. "Definition of population (biology)" Oxford Dictionaries Oxford University Press archived from the original on 4 March 2016 retrieved 5 December 2012 "a community of animals, plants, or humans among whose members interbreeding occurs" 
  3. Rogers, Peter (2007). Introduction to Sustainable Development, pp. 84-87.