Ipattern

Livela
umgangatho oneethayili ezime okoxande erome. Ukufakelwa kwezi thayili kulandele uhlobo oluthile olufanayo

Ipattern ngumbono, igama lombono okanye umzekelo. Umzekelo ngombono wengqondo, ungasetyenziswa kuloo ndawo usetyenziswa kuyo. ukuhambelana kweepattern kukujonga okokuba ingaba ikho na ipattern ethile. Iipattern ezininzi zingaqondakala ngqo ngezivi zomzimba. Ezinye iipattern zisekwe phantsi kokuba ziphindwaphindwa, apho into ethile yenzeka ngokuphindaphindeneyo. umzekelo wepartten olula ingakukufakelwa kwee-tiles emgangathweni wendlu. Umzekelo, uninzi lwezindlu zokuhlambela lunentaphane yee-tiles zepaisley okanye ezimabalabala kumgangatho wendlu. Kubunzululwazi beekhompyutha, kwiiDesign patterns yimizekelo yezisombululo zeengxaki ezenzeka mihla le.

Iipatterns zemathematika[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

KwiMathematika, zininzi iintlobontlobo zeepattern. Umzekelo iFibonacci sequence luhlobo lwepattern olumbaxa. zikho ke kodwa ezilula noko ezifana nezi:

1, 2, 4, 8, 16, ...

Kule pattern, inani elilandelayo sisiphumo senani elidluleyo eliphindaphindwe ngo 2. Ngokomthetho Basically a mathematical pattern is a sequence of numbers which follows one rule.