Inyama emhlophe

Livela
inyama yenkukhu yeyona nyama imhlophe neityiwa kakhulu.

Inyama emhlophe okanye i-light meat yinyama inyama yezinto ezibhabhayo ezilula nemibalabala xa kuthelekiswa nenyama emdaka. Ngokwesiqhelo, inyama emhlophe ibhekisa nakweyiphi inyama ezilula nemibalabala xa kuthelekiswa nenyama ebomvu njengenyama nenye inyama elolunye uhlobo.

Inyama emhlophe yenziwe ngenyama yeefibres ze-fast-twitch, ngeli lixa yona inyama ebomvu okanye emdaka ngombala yenziwe ngezihlunu ezinee-fibres ezi-slow-twitch.[1]

Inyama yehagu[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Xa sithetha ngokutya okusisondlo, abavelisi benyama bazimisele ukuyazisa imveliso yabo yenyama njengenyama emhlophe, kwaye i-United States i-National Pork Board ziyibeke kwizinga le-"zinye i inyama ezimhlophe", njengenyama yezinto ezinamaphiko, nentlanzi; kodwa, inyama ebomvu xa ingekaphekwa ize ithi yakuphekwa ijike ibemhlophe njengenyama yehagu zaziwa njengenyama ebomvu kwisebe lezolimo lase-United States ingakumbi xa umyinge we-myoglobin level ubangaphezulu kwama-65%.[2][3] le yinto esashukuxwayo nanjengoko kukho olunye uhlobo lwentlanzi, olufana ne-tuna, zibomvu kodwa zithi zisakuphekwa zijike zibemhlophe; kananjalo, ezinye iintlobo zenyama yezinto ezibhabhayo eziye zithi ngamanye amaxesha zibonwe njengezinyama yazo imhlophe kodwa xa zingekaphekwa inyama yazo ibabomvu, njenge-rhanisi ne-goose. Kusenjalo, abakwa-USDA bayibona ibomvu yonke inyama yezilwanyana ezincancisayo."[4]

  1. https://www.exploratorium.edu/cooking/meat/INT-what-meat-color.html
  2. Lee, Elizabeth "The Truth About Red Meat" Web MD retrieved 12 October 2014 
  3. National Agricultural Statistics Service (2005-11-03) "Idaho Red Meat Production Down 40 Percent" (PDF) United States Department of Agriculture retrieved 2007-04-05  Template:Dead link
  4. "USDA-Safety of Fresh Pork...from Farm to Table" Fsis.usda.gov 2008-05-16 retrieved 2009-09-16