Inkokheli

Livela

Inkokheli ngumntu onegunya lokuyalela abantu ukuba benze ntonina. Ngokwentetho ecacileyo, inkokheli ngumntu olandelwayo ngabantu. Iqela labantu elingenankokheli yalo libizwa ngokuba liqela elingenankokheli. Inkokheli ngumntu owenza okokuba abantu bathathe amanyathelo okwenza intshukumo ngokubhekiselele kuloo nto ekufuneka yenziwe, apho bonke abo babandakanyekayo baneenjongo za zisengela thungeni linye. [1] umsebenzi wenkokheli kukulawula izenzo zabalandeli bayo. [2] Inkokheli imele iqela lenkampani.[2] Umzekelo, Isekela mongameli laseCanada linelungelo lokulawula ilizwe laseCanada kwaye likwamele abantu baseCanada. Yinkokheli.

Jonga olunye ulwazi ngalo mba[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. Edwin A. Locke, The Essence of Leadership: The Four Keys to Leading Successfully (New York: Lexington Books; Toronto: Maxwell Macmillan Canada; New York: Maxwell Macmillan International, 1991), p. 2
  2. 2.0 2.1 Parag Diwan, Management Principles and Practices (New Delhi: Excel Books, 2002), p. 328

Other websites[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Leaders Template:Politics-stub