Ingxoxo nelungu:Abs616
Appearance
Umbulelo!
[Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Enkosi ngenxaxheba yakho yokuzama akwakha umqulo wolwazi obhalwe ngelwimi lwesiXhosa. Ndingathanda ukuba sincokole ngendlela esinokuncedisana ngayo ukuguqula imibhalo yamaphepha e-Wikipedia abe ngolwinmi lwesiXhosa.
Ndizokolindela ukuva kuwe.