Inani eli-positive

Livela

Inani eli-positive linani elikhulu kngaphezu kuka-zero.

Inani eli-positive lingabhalwa ngophawu olungu-"+" phambi kwalo, okanye libhalwe nje ngenani kuphela.

Amanani a-positive abhalwa ngasekunene kuka-zero okumgca-manani:

Funda nanga amanye amaphepha[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]