Jump to content

Imvelaphi yoThiyane

Livela

IziDuko ngamagama wookhokho bakho bantlandlalo kude phaya abangasekho, kwaye yindlela yokuzichaza phakathi kwabanye abantu apha kwa Xhosa ukuba ungubani kabani nokuzazi imvelaphi yakho, nomsuka wakho. IziDuko esiXhoseni zibaluleke ngendlela yokuba ukwazi ukuzilanda ngokomnombo wakho.Umzekelo kunga thiwa ungu Thiyane kufuneka uqale uzichaze ukuba ungu Thiyane waphi umnombo wakho usukaphi. Xa sithetha ngoo Thiyane ke kuthethwa ngo Zengele, Mahlangabeza owahlangabeza inkomo zivela ethukela, zulu, nkomonde, ooMpundwana zincinci zinga zingongiwa, Buhlungu benamba obutshotshozelayo.Ngokwentsusa basuka eSwatini. [1]

  1. Thiyane, T.T., Sibanda, R. and Katrodia, A., 2017. Impact of Public Private Partnerships on Community–based Tourism Projects, Jozini Tiger Lodge Case Study (Doctoral dissertation, University of KwaZulu-Natal, Westville).