Impundulu

Livela
Uthekwane, intaka ekukholelwa ukuba inembonakalo yempundulu.

Uhlobo lwentaka engumlingo exhaphake kakhulu kwiintsomi zesiXhosa. Mandulo phaya le ntaka ibisayanyaniswa nombane, apho kudlale khona izulu bekukholelwa ukuba oko kubangelwe yimpundulu. Kwintlalo yamaXhosa kukholelwa ukuba yintaka yabafazi yokuthakatha athi umniniyo phambi kokuba asweleke ayishiye kwenye yeentombi zakhe. Ukuba ayabelwangwa mntu iba yingxaki neshologu ekuhlaleni kuba kaloku isoloko inxanelwe igazi.

References[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]