Jump to content

Imfazwe

Livela

[1]Imfazwe lungquzulwano oluthatha ithuba elide, olucwangcisiweyo, olunezixhobo, noluphakathi kwezizwe okanye amaqela olubonakalisa ingcwangu, nokuphazamiseka kwentlalo yoluntu, ingakumbi izinga lokufa liyenyuka. Imfazwe kufuneka iqondwe njengongquzulwano olucetyiweyo phakathi kwamaqela ezopolitiki ekuhlaleni. Izixhobo zobuchwepheshe ezisetyenziswa ngethuba lemfazwe zibizwa ngokuba yi-warfare. Xa imfazwe ingekho kuthiwa kukho uxolo.

  1. Nacke, Pierre; Tuffin, Rachel; Klasen-Memmer, Melanie; Rudquist, Per; Giesselmann, Frank (2024-07-01) "Revealing the antipolar order in the antiferroelectric SmZA phase by means of circular alignment" Scientific Reports 14 (1) ISSN 2045-2322 doi:10.1038/s41598-024-65275-y