Imbali

Livela
Ngumfanekiso obizwa ngokuba yiHistoria lo otyunjwe nguNikolaos Gysis (1892)

Imbali kukufunyanwa, ukuqokelelwa nokunikezelwa kwengxelo ngeziganeko ezedlulayo. Imbali ikwathetha ixesha emva kokuba ukubhala kuyiliwe. Iingcaphephe ezibhala ngeembali kuthiwa ngoonobalisa. Lo ngumbandela wophando osebenzisa ukubalisa ukuqwalasela nokuphonononga ukulandelana kweziganeko, yaye maxa wambi yenza uphando olungenamkhethe izibakala zokwenzekayo nokubanga oko kwenzeke ekudaleni iziganeko. Oonobalisa bayaxoxa ngobume bembali nokubaluleka kwayo. Nantso ke ingxelo ngembali. ndikhule ndingumtana ongena mama ndikhuliswa ngumhakhulu WAM ehlupheka kodwa asizange salala singatyanga mama wasweleka NGO 2002 wasishiya man nobhuti bam abathathu kodwa onse ubhti wan lo ndiza emva kwakhe wasishiya ubhuti WAM ubefundile the wakugqiba ukufunda waphangela emba konko wokakha indlu ekhaya the engekayifaki amazing wasweleka hyena munthu ebenika umakhulu ithemba ngoba man andaz kwenzekani ngam njengokuba sendilapha