Ilihlo

Livela
Iliso leentaka ezizingelayo

I lihlo lingungu lomzimba elisisazinge elisetyenziswa ukuva ukukhanya ukuze izilwanyana zikwazi ukubona. Zimalunga ne97 yeephesenti izilwanyana ezinamehlo.[1] Image-resolving eyes are present in cnidaria, molluscs, chordates, annelids and arthropods.[1][2]

Kwizilwanyana ezincancisayo, zimbini iintlobo zeecell, yirods kunye necones, zivumela ukubona ngokuthi zithumele umyalezo ngeoptic nerve oyaengqondweni.

ezinye izilwanyana zinakho ukubona ukukhanya okungenakubonwa ngabantu. Zinankho ukubona ukukhanya koomabonakude okanye ukukhanya okungaphezulu koko kuqhelekileyo.

I"nwebu" engaphambi kwelihlo isebenza njengekhamera. Ingatsalwa yimisonto yemyama engaphakathi kulo ibesibaca ngakumbi, okanye iphinde iiyekelele ibuyele endaweni yalo ikhamera yelihlo ibesisazinge kwakhona. Ngokuya abanye abantu bekhula ngokukhula, bangangakwazi ukwenza oku ngokugqibeleleyo. Abantu abaninzi bazalwa benezinye ingxakana ezininzi okanye badibane nezi ngxaki ebudaleni babo, baze ke ngoko bafune izpeks zamehlo (okanye "iinwebu ezenzelwe ukubona"') ngeenjongo zokusombulula le ngxaki.

Imithombo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. 1.0 1.1 Land, M.F.; Fernald, R.D. (1992) "The evolution of eyes" Annual Review of Neuroscience 15: 1–29 doi:10.1146/annurev.ne.15.030192.000245 
  2. Frentiu, Francesca D.; Adriana D. Briscoe (2008) "A butterfly eye's view of birds" BioEssays 30 p. 1151 doi:10.1002/bies.20828