Jump to content

Iipijama

Livela
Iipijama

Ipijama yimpahla yasemlungwini enxitywa xa kulalwa, oko kukuthi yimpahla ekulalwa ngayo.