Iindaba

Livela
Iqonga lephephandaba eRoma

Iindaba zenzeka xa abantu bethetha ngeziganeko ezisematheni (izinto ezenzeka ngoku sithethayo). Iindaba zisenokuza ngamaphepha-ndaba, ngoomabonakude, ngeemagazini, okanye ngoonomathotholo.

Iliqela imizila yeendaba k-ubuxhaka-xhaka beengcingo zoomabonakude abasoloko bephokoza iindaba imini yonke, iindaba ezifana ne-Fox News kunye ne-CNN. ziliqela iindaba zemagazini ezifana ne- Time, i-The Economist, kunye ne-Newsweek. Unondaba ngumntu onceda abaphulaphuli ngeendaba.  Umzekelo, uBrian Gotter ngunondaba.