Ii-hops
Jump to navigation
Jump to search
Ii-hops ziintyatyambo zesityalo esifukufuku ziintyatyambo nesifumaneka kwi-humulus genus. Ii-Hops zibonakala ngokungathi zii-cones okanye izikhongozeli ezincinane, kwaye kwenziwa ngazo utywala. Zizo ezenza okokuba utywala bube nelaa grangqa likrakrayo xa ubungcamla. Kwiinkulungwane ngeenkulungwane zeminyaka kusoloko kusenziwa ngazo utywala, kwaye zazisoloko zesetyenziswa ngamaRoma kubuKumnkani bamaRoma.[1]