Ihlathi
Appearance
Ihlathi yindawo apha emhlabeni enemithi emininzi. Izilwanyana ezininzi zidinga ihlathi ze ziphile. Amahlathi abaluleke kakhulu kwaye akhula kwiindawo ezininzi emhlabeni jikelele. Kwinkqubo yendalo equka izilwanyana nezityalo ezininzi.
Iimo zezulu
[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]Iqondo lobushushu kunye neemvula zizinto ezimbini kwizinto ezakhe zabaluleka kumahlathi. Amahlathi afumaneka eequator kufuphi ngingqi zepolar, kodwa iimpawu zamahlathi zahluke kakhulu. Kwimozulu ebandayo iiconifers ziyabalasela, kodwa xa kushushu amahlathi abazizityalo ezineentyantyambo ubukhulu becala. Imvula nayo ngumba omkhulu. Akukho amahlathi akhona entlango, kuba yimithi nje embalwa mithi leyo efumaneka kwindawo apho iingcambu zayo zinokufumana amanzi phantsi komhlaba.