Igadi

Livela
I-Gadi yaseTaj Mahal, e-India
Ii-Gadi zasebukhosini beReggia di Caserta, e-Italy
I-kaiyu-shiki okanye Iigadi zaseJapan ekuhanjwahanjwa okanye ekuyuruzwa kuzo
igadi yase-Chehel Sotoun, e-Esfahan, e-Iran

Igadi yindawo ecwangcisiweyo, idla ngokuba ngaphandle apha ezindlwini, iba yindawo ebekelwa bucala ukuze ihombise umzi, kutyalwe kuyo, ikwanzelwe ukuba zikwazi ukuzonwabisa izityalo nolunye uhlobo lwezinto zendalo. Igadi ingazithatha zombini, izinto zendalo nezinto ezenziwe ngezandla. Olona hlobo lwaziwa kakhulu namhlanje lolwegadi ekupholwa kuhlalwe kuyo, kodwa igama elithi igadi ligama ebelisoloko lisetyenziswa gabalala kwizinto ezininzi. ikhaya lezilwanyana, elibonisa ngezilwanyana zasendle

Gardens