Ibandla LamaBapist

Livela

Ama-Baptist ngabantu benkolo yobuKristu abakholelwa kwimfundiso ethi ubaptizo lowabantu abaguqukileyo bodwa (hayi abantwana abancinci) kwaye kufuneka umntu lowo ubhaptizwayo antywiliselwe emanzini amaninzi (angatshizwa ngamanzi).