IKrikhethi

Livela
Isiseko sesicwangciso: ibowler (UMzantsi Afrika) uqubisene nebatsman (eAustralia)
Qaphela iwicket-keeper ngasekhohlo. INgilane iqubisene neNewZealand eLords, ikhaya leKrikhethi
Hobbs kunye noSutcliffe bephuma besiya kuqubisana ne Australiya, eBrisbane ngo1928
URanji (Ranjitsinhji Vibhaji, uMaharaja Jam Sahib we mawanagar) wayengumdlali wokuqala omkhulu e Indiya . Wadlalela iNgilane noo1896–1902, kwaye wayengusoofisi womkhosi wamabritane kwimfazwe yokuqala kwiHlabathi
UThe great UDon Bradman omkhulu wase(Australiya) ezilolonga , ngeminyaka yoo1930/1940. Umyinge wokubetha kwakhe ibhola usoloko ingulowo ugqwesayo ngalo lonke ixesha

Ikrikhethi ngumdlalo. Ngumdlalo ophakathi kwamaqela amabini anabadlali abalishumi elinanye emnye kubo uzama ukungenisa amanqaku ngokuthi abaleke phakathi kweesethi ezimbini eziyingqokolela yeenkunana ezintathu ekuthiwa ziiwicket. Iwicke nganye isekupheleni kwengca elapha enkundleni emile okoxande nekuthiwa yipitch. Le pitch ijikelezwe yingca ende emile okweqanda nekuthiwa yinkundla yekrikhethi.[1]

  1. MCC – the official Laws of Cricket Retrieved 25 July 2009