IKampala

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
Apho ikhoyo iKampala
Nantsi iKampala

IKampala ngndlunkulu wedolophu yase Uganda. Bangaphezulu kwe1,800,000 abantu abahlala apho. esi sisixeko sikunxweme lwaseLake Victoria.

ITheatre yesizwe saseUganda iseKampala. Kukwakho nedyunivesithi kwesi sixeko. Iqela lasekhaya, iqela lebhola ekhatywayo laseKampala City Council (KCC) limelwe ngumdlali weliqela eAfrika kwiFIFA.