IBrazzaville

From Wikipedia
Jump to: navigation, search


IKinshasa ibonwa isuka ngaseBrazzaville. bobabini abandlunkulu bohlulwe ngumlambo iKongo.
Isithili saseBrazzaville
Khawujonge iBrazzaville

IBrazzaville ngundlunkulu wedolophu wesixeko seRhiphabhlikhi yaseCongo. Sisigidi sabantu abahlala apha. IBrazzaville ikwelinye icala lomlambo waseKongo, ize kwelinye icala kube yiKinshasa. IBrazzaville neKinshasa ngoondlunkulu beedolophu zesizwe ezikufutshane kwihlabathi.