I-valve

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search
Ezi ii-valve zezamanzi zisetyenzwa ngeezinto zokubamba. 

I-valve sisixhobo esisetyenziswa xa kucuthwa kuvalwa isantya sokubaleka kwento engamanzi (ezinjengee-gases, izinto ezingamanzi, izinto ezinamanzi kuzo, okanye ii-slurries). Isenokufakwa kwimibhobho okanye kwisitya.

zininzi iindidi zee-valves. Imizekelo yazo nantsi:

  • I-valve ye-globe
  • I-valve yesango
  • I-butterfly valve
  • I-valve yokhuseleko.

Zingasetyenzwa ngezandla okanye ngomatshini.

Amaphepha anxulumene nala[tshintsha | edit source]

  • Umbhobho
  • I-Plumbing

Ezinye ii-websites[tshintsha | edit source]