I-sodium phosphite

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search

I-Sodium phosphite yci-chemical compound, indibaniselwano yeekhemikhali eyenziwa yi- sodium kunye nee-phosphite ions. IIkhemikhal formula yayo ngu-Na3O3P.

Iimpawu zayo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Imhlophe ngombala. Iyityuwa ye-phosphorous acid. Iyityhefu. Isebenza njenge-reducing agent. isithunywa esiphungulayo ngamanye amazwi.

Ukwenziwa kwayo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Yenziwe ngentshukumo ye-sodium hydroxide idibene ne-phosphorous acid.

Amaphepha anxulumene nala[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]