I-phytoplankton
![](http://upload.wikimedia.org/wikipedia/commons/thumb/3/31/Diatoms_through_the_microscope.jpg/300px-Diatoms_through_the_microscope.jpg)
i-Phytoplankton Script error: No such module "IPAc-en". yingqokolela yee-[[autotrophic] zohlobo lwee-plankton ikwayintsika esisizinda seelwandle, nesamanzi ahlaziyekileyo ngokwee-ecosystems. Eli gama livela kumagama esiGrike athi φυτόν (i-phyton), nelintsingiselo yalo ithetha "isityalo", kwane πλαγκτός (i-planktos), intsingiselo yalo ithetha "isibhaduli" okanye "umkhenkethi".[1] Inkoliso yee-phytoplankton zincinane kakhulu ukuba zingabonwa ngamehlo engancediswa nto. Nangona kunjalo, xa zininzi kakhulu, ezinye iintlobo zazo zingabonakala ngokungathi ngamachaphaza ammabala-bala apha ngaphezulu emanzini ngenxa yobukho be-chlorophyll phakathi kwee-cell zazo nobukho bemibala efunekayo (efana nee-phycobiliproteins okanye ii-xanthophysll) kwezinye iintlobo zezidalwa eziphilayo.
- ↑ Thurman, H. V. (2007) Introductory Oceanography Academic Internet Publishers ISBN 978-1-4288-3314-2