Jump to content

I-endogeny (yakwa-biology)

Livela

Ii-substances okanye izinto kwaneenkqubo ezi-endogenous zezo zisuka ngaphakathi kuloo nto kuthethwa ngayo, njenge-tissue, okanye i-cell.[1]

Ii-endogenous viral elements (EVEs) ngumnombo we-DNA osuka kwii-viruses ezingena ngee-genomes zee-germ cells. zisuka kookhokho bento leyo kuthethwa ngayo. Lo mnombo, usenokuba ziziqendu ngeziqendu zee-viruses,  okanye ze-viral genomes (proviruses) xa iyonke ungasoloko ukho kwi-germline, ugqithiselwa kwizizukulwana ngezizukulwana  zizii-alleles, oko kuthetha okokuba sele ziziintlobo ngeentlobo oku kweelwimi zesiNguni.

Iinkqubo ze-endogenous zibandakanya i-senescence, i-menstrual cycle kunye nezingqi ezizilawulayo ezinje ngeze-circadian rhythms zezityalo nezezilwanyana. 

Kwiinkqubo ezithile zakwa-biology, i-endogeneity ibhekisa kwezo zidalwa zifumana i-DNA (kwii-prokaryotes ubukhulu becala). Ngangona kunjalo, ngenxa ye-homeostasis, ukwahlula phakathi kwezo zenzeka ngaphandle ngaphakathi kusoloko kunzima. 

I-endogenous transcription factors zibhekisa kwezo zenziwa yi-cell,  zona azifani nezo zizii-cloned transcription factors.

igama elithi endogenous /ɛnˈdɒɪnəs/ livela kulwimi lwesiGrike sakudala ἐνδο-, "ngaphakathi" and -γενής, "vela nga-".

  • I-Endogeneity (econometrics)
  • I-Endogenous preferences
  • I-Endogenous growth theory
  • I-Endocrine system
  • I-Exogeny

Izixhumanisi zangaphandle 

[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]