I-digital

From Wikipedia
Jump to: navigation, search

Inkqubo yohlobo lwe-digital yinkqubo egcina ulwazi ngendlela eyodwa. Inkqubo echasene nale yeye-analogue, yona iqhubela phambili  wngalaa ndlela bekuqhutywa ngayo. Ngokwesiqhelo, iinkqubo ze-digital zilugcina  ngendlela ye-binary ulwazi; oko kuthetha ukuthi, yonke intwana yolwazi ayinakuba na-value eyenye ngaphandle ko-zero (ivalwe) okanye u-1 (ivulwe). Ulwazi oluthe xaxe lugcinwa luluthotho lwezi ntwana zolwazi, oko kuththa okokuba ingqokolela yoo-0 neyoo-1 inika intsingiselo kulw nkqubo. 

Igama elithi digital lixhaphakile kwi-computing nakwi-electronics.

Ukusetyenziswa[tshintsha | edit source]

  • I-Compact Disc