I-decimal

Livela

Idecimal yindlela yokulawula amanani e lishumi njengesiqalo, okanye sisiseko. Ngamanye amaxesha kuthiwa yinkqubo yamanani ibase ten okanye yidenary. Igama elithi "decimal" likwasetyenziswa endaweni yegama elithi "period" ukubonisa ichaphaza elithi maxa wambi lisetyenziselwe indawo ami kuyo amanani ngokwale nkqubo. Phantse wonke umntu usebenzisa le nkqubo kula maxesha siphila kuwo kwaye bakhetha ukusebenzisa yona kuba isoloko ibonakala kwiicalculationns kwindalo kwaye zine ‘’sinye’’ ookanye u "one" njengesiqalo sale nkqubo. Inani elinithi inye’ okanye one lidla ngokuba lelona nani kulula ukusebenza ngalo xa kubalwa.

I-Decimal notation[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

I-Decimal notation kukubhalwa kwamanani kwinkqubo yamanani i- base-ten, esebenzisa iimpawu ezininzi (ekuthiwa ziidigits) zingasetyenziswa ngaphezu kwee-values ezi zezi (0, 1, 2, 3, 4, 5, 6, 7, 8 and 9) ukumela naliphi na inani, nokokuba sele zinkulu kangakanani na. ezi digitszisoloko zisetyenziswa nge decimal separator ebonisa apho kuqala khona ukuqhekeka, kunye nenye yeempawu zomqondiso + (positive) or − (negative) Kanye phambi kwamanani ukubonisa uphawu.