I-asexual reproduction

Livela
I-Asexual reproduction kwi-liverworts: ukuntshula kwe-caducous phylloid

I-Asexual reproduction luhlobo lokuqhama okanye lokwanda apho isithole sesityalo okanye loo nto intshulayo isisiqhamo sesityalo okanye sesidalwa esinye. Oko kuthetha okokuba esi sithole okanye eli ntshontsho alenziwanga ngumdibaniso wabazali ababini, koko sivela okanye livela kumzali omnye kuphela, lize ke elo ntshontsho okanye eso sithole sibeneempawu okanye sifuze loo mzali okanye eso sityalo sivela kuso. Ngoko ke; i-asexual reproduction ayibandakanyi kudibana kwee-gametes kwaye ingazange ilitshintshe inani lee- chromosomes. I-Asexual reproduction yeyona ndlela zizandisa ngayo izidalwa ezine-cell enye ezifana nee-archaebacteria, ii-eubacteria, kunye nee-protists. Izityalo ezininzi kunye nee-fungi nazo zanda ngale ndlela e-asexually.

Ngeli lixa zona ii-prokaryotes zizandisa ne-ngokwe-asexually (ngaphandle kokudibana kwee-cell zemazi nenkunzi),

Indlela ezanda ngayo izidalwa ezanda ngokudibanisa ii-cell zabazali ababini ezifana ne- conjugation, i-transformation kunye ne-i-transduction ngamanye amaxesha zayanyaniswa kei- sexual reproduction (okanye nokuncazelana ngokwesondo, ngokohlobo lokudibanisa ii-genes ekuthiwa yi-genetic recombination).[1] Ukunqongophala kohlobo lokwanda oluyi-sexual reproduction kunqabile kwizidalwa ezinee-cell ezininzi nezibizwa ngokuba zii-multicellular organisms, ingakumbi kwizilwanyana.

Imithombo[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. Narra HP, Ochman H; Ochman (2006) "Of what use is sex to bacteria?" Current Biology 16 (17): R705–710 PMID 16950097 doi:10.1016/j.cub.2006.08.024