I-Republic

Livela

I-republic (from Template:Lang-la) luhlobo luhlobo lukarhulumente okanye lwesizwe [1] apho ulawulo lusezandleni lwabo bantu bonyuliweyo ukuze babengabameli babantu belo lizwe. [2][3] neenkokheli zikarhulumente zisebenzisa amandla azo ngokomthetho olawulayo. kule mihla siphila kuyo, igama elithi republic lisetyenziselwa ukubhekisa kurhulumente kuphela, loo nto yenze okokuba eli gama libe liyikhuphela ngaphandle ulawulo lwezikumkani.[3][4] Kungoku nje, lungama-147 uludwe lwamazwe alolu hlobo phakathi kwamazwe azimeleyo angama-206 kwihlabathi jikelele asebenzisa igama elithi "republic" njengenxalenye yamagama awo aseburhulumenteni; akungawo onke laa mazwe akwi-republic ngokubanorhulumente wonyulo, kungengawo onke amazwe asebenzisa urhulumente wonyulo asebenzisa igama elithi republic kumagama awo.

  1. http://www.merriam-webster.com/dictionary/republic
  2. http://www.britannica.com/EBchecked/topic/498751/republic
  3. 3.0 3.1 Template:Cite encyclopedia
  4. Template:Citation