I-Ilinoyi

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search

I-Ilinoyi yiphondo lamaphondo angamashumi amahlanu eMelika. Idolophu elikomkhulu yase-Ilinoyi yiSpringfield. I-Chicago yona mzi omkhulu.