I-Denominator

From Wikipedia
Jump to navigation Jump to search

Kwi-mathematika, le ndawo ingezantsi kw ifraction kuthiwa yidenominator. I-denominator ayinakuba ngu-ngu zero. Ukubangaba le ndawo ingumgca kwifraction iflethi ngolu hlobo____, i-denominator ibasemazantsi. ukuba lo mgca uye waxwesa ngolu hlobo /, idenominator ibangasekunene. Le ndawo ingaphezulu kuthiwa yinumerator yefraction. Nanku umzekelo:

  • Kwi i-denominator ngu"4".
  • Kwi i-denominator ngu100".
  • Kwi i-denominator ngu"(35+7)".
  • Kwi, i-denominator ngu"(6b + c)".

Template:Math-stub