I-Democracy

Livela

Yintoni i-Democracy

2019 Democracy index.svg
Umfasi ofaka i-vote kwi 2007 French presidential election.

I-Democracy yindlela yonyulo apho wonke umntu oyinzalelwane okanye ummi welo lizwe anikwa ithuba lukuthabatha inxaxheba ngokulinganayo.