I-Astrolabe

Livela
I-astrolabe isuka kwiminyaka yenkulungwane ye-16th 

I-astrolabe sisixhobo esisebenzisa indawo apho zimikhona iinkwenkwezi okanye ilanga. Yayisetyenziswa ngokusesikweni kwi- navigation ukunceda iintloli nabakhenkethi baselwandle ukuze babone okokuba baphi na kanye. Umgama phakathi komntla nomzantsi we-equator bawufumana ngomlinganiselo womgama ophakathi kwelanga neenkwenkwezi ngaphaya kwe-horizon. Ii-Astronomers zisebenzisa ezinye iintlobo zee- astrolabes, ezidla ngokuba zezinkulu kunezinye.

I-astrolabe yokuqala yeenziwa kwilizwe le-Hellenistic ngo-150 BC. Isoloko isayanyaniswa ne-Hipparchus. I-astrolabe yayingumtshato we-planisphere (Isixhobo se-compyuting esiyitshathi efana nenkwenkwezi) ne-dioptra (isixhobo sokwenza umlinganiselo we-angles). Kwakuyi-calculator ekwaziyo ukuza nezisombululo kwiintlobo-ntlobo zeengxaki kwi--astronomy. U-Theon wase-Alexandria waabhala incwadi entsokothileyo kwi-astrolabe. U-Lewis uthi u-Ptolemy usebenzise i-astrolabe ukuze enze  ouphando relwe-astronomy lube lolushicilelweyo kwi-Tetrabiblos.[1][2][3]

Amaphepha azalana nala[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

Ungafunda nala maphepha[tshintsha | Yenza izilungiso kokubhaliweyo]

  1. Lewis M.J.T. 2001.
  2. Evans, James 1998.
  3. Krebs, Robert E. & Carolyn A. 2003.