I-Alaskha

Livela
I-Alaskha

I-Alaskha yiphondo lamaphondo angamashumi amahlanu eMelika. Idolophu elikomkhulu yase-Alaskha yiJuneau. Esona isixeko sikhulu e-Alaskha siAnchorage. Iphondo anomda nephondo linye leMelika. Entshonalanga likhona ilizwe iKanada. Empuma likhona ilizwe iRashiya.

I-Alaskha yikunxweme olusentshonalanga yaseMntla Melika.