Jump to content

Gcina Mhlophe

Livela

Nokugcina Elsie Mhlophe (wazalwa ngomhla ka24 EyeDwarha ngo1958} ungumntu owaziwayo waseMzantsi Afrika numlwi wenkululeko, umbali, umbongi kanye nombalisi ntsomi. ukubalisa intsomi sisenzo sesinto eAfrica uMhlophe ukwabalisi bamabhinqa abambalwa. wenza umsebenzi wakhe ngomdlandla egcina imbali enceda amasiko. ubalisa amabali ngamalwimi amanye wase Mzansi Afrika isingisi, iAfrikaans, isiZulu nesi Xhosa

ubomi nomsebenzi

uGcina wazalwa ngo 1958 eKwaZulu-Natal eHammersdale kumama womXhosa notata womZulu. waqala usebenza kwakhe epheka nemisebenzi yasekhaya, wade waba ngumfundindaba kwi Press Trust naku BBC Radio, wabnmumbhali kwi magazine yabantu abasafundayo. Ungumzekelo omhle elizweni kwaye uluncedo kumntu wonke.

uGcina wasebenza engumfundi ndaba ePress Trust naku BBC Radio wabangumbhali leiphephancwadi labantu abaqala ufunda