EMaputo

From Wikipedia
Jump to: navigation, search
EMaputo
EMaputo
EMaputo
Isizwe
Population (2007)
 • Total 1 094 315
Postal code 1100
Area code(s) (+258) 21-XX-XX-XX
Website http://www.cmmaputo.gov.mz

IMaputo ngundlunkulu wesixeko saseMozambique. Ikunxweme olunxuse ulwandle lwaseIndiya. Ukusukela ngo2007, bamalunga ne 1 094 315 abantu abahlala kwesi sixeko. IMaputo yaafunyanwa ngenkulungwane ye18. Igama layo lemveli kwakusithiwa yiLourenço Marques, kodwa latshintshwa emva kokuba sisimele. ILisbon esePortugal liwele ledolophu yaseMaputo. IDyunivesithi yaseEduardo Mondlane iseMaputo.