Cofimvaba

Livela

Idolophu yaseCofimvaba yidolophu efumaneka kwiphondo laseMpuma Koloni. Kulapho kufumaneka amaqhaqwe afana nooSibusiso Zonke, Chris Hani kunye noMathanzima.